DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

UJEREMIYA 23

UJEREMIYA 23:24 - XHO96
  • “Ikhona na indawo efihlakeleyo apho umntu angazimela khona ukuze ndingamboni?”
    Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.
    “Asindim na lowo ukho ngokupheleleyo ezulwini nasemhlabeni?”
    Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.

Ivesi yeBhayibhile yosuku

Onomonde ulungile kunegorha;
olawula umsindo wakhe ungcono kunothimba isixeko.

Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:

Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakho

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

Ukukholwa ke kukuqiniseka ngezinto esinethemba lazo; kukwakukuqiniseka nangobukho bezinto esingaziboniyo.Ivesi elandelayo!

I Support DailyVerses.net

Ndincede mna ndisasaze iLizwi likaThixo:
Nikela