Nivile ukuba kwathiwa: ‘Uze ungakrexezi.’ Ke mna ndithi kuni, wonke umntu okhangela umntu obhinqileyo embawela, uselekrexezile entliziyweni yakhe.

Izihloko ezinxulumeneyo
Umtshato
Umntu ofumene umfazi uzuze...
Iminqweno
Nantsi ke into endithetha...
Intliziyo
Eyona nto emawuyilondoloze ngaphezu...
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Ngesondo
UThixo uthanda ukuba nibe...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Síthini na ke ngoko? Sóne na, kuba singekho phantsi kwawo umthetho, siphantsi kobabalo? Nakanye!Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umntu onentliziyo echwayitileyo uba nempilo;kanti ke wona umoya odakumbileyo uyimpehla emathanjeni.Ivesi elandelayo!