DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

UYOBI 31:1

Ke mna ke sendazimisela ngomxhelo wam wonke
ukuba kungáze kubekho ntombi ndiyincwasayo.
UYOBI 31:1 - XHO96

Ivesi yeBhayibhile yosuku

Ukuxhalela abantu kusenokuba ngumgibe;
kambe ke othembela kuNdikhoyo ukhuselekile.

Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:

Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakho

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

Kuba apho bathe bahlangana khona egameni lam ababini nokuba ngabathathu, nam ndikho phakathi kwabo.Ivesi elandelayo!

I Support DailyVerses.net

Ndincede mna ndisasaze iLizwi likaThixo:
Nikela