- UYOBI 1
- UYOBI 2
- UYOBI 3
- UYOBI 4
- UYOBI 5
- UYOBI 6
- UYOBI 7
- UYOBI 8
- UYOBI 9
- UYOBI 10
- UYOBI 11
- UYOBI 12
- UYOBI 13
- UYOBI 14
- UYOBI 15
- UYOBI 16
- UYOBI 17
- UYOBI 18
- UYOBI 19
- UYOBI 20
- UYOBI 21
- UYOBI 22
- UYOBI 23
- UYOBI 24
- UYOBI 25
- UYOBI 26
- UYOBI 27
- UYOBI 28
- UYOBI 29
- UYOBI 30
- UYOBI 31
- UYOBI 32
- UYOBI 33
- UYOBI 34
- UYOBI 35
- UYOBI 36
- UYOBI 37
- UYOBI 38
- UYOBI 39
- UYOBI 40
- UYOBI 41
- UYOBI 42
- Intlungu yomntu imelwe kukukhathalelwa zizihlobo zakhe,
nditsho nokuba yena selekutyeshele ukumhlonela uSomandla. - Kambe ke ndiyazi ukuba umkhululi wam ukho;
ekugqibeleni iya kuba nguye otshatshelayo ehlabathini. - Andiyishiyanga imiyalelo yemilebe yomlomo wakhe;
andenzanga ngokufuna kwam, koko ndiwathobele amazwi akhe. - Phofu ke uThixo uyayazi indlela endiyihambayo;
ukuba unokukhe andivavanye ndingafumaneka ndimsulwa okwegolide.
Kaloku iinyawo zam zilandela emkhondweni wakhe;
indlela yakhe ndiyigcinile, andaphambuka kuyo. - Amandla akhe amtsho angafikeleleki;
usulungekile, ebalasele ngobulungisa;
akukho bani amcinezelayo. - Kwesi sithuba ke uYobi waphakama, wakrazula umnweba wakhe, wayigugula intloko yakhe, waza ke wee guqaqa wanqula, wathi:
“Ndazalwa nguma ndizé, ndaye ke ndiya kunduluka ndikwazé.
NguNdikhoyo onikayo, ikwanguye nothathayo.
Malidunyiswe igama likaNdikhoyo!” - UNdikhoyo ke wathi kuSathana: “Kulungile ke, ungayenza into oyenzayo kwinto yonke anayo, kodwa uze ungakhe ulinge umchukumise yena siqu.” USathana ke wemka apho phambi koNdikhoyo.
- Ke mna ke sendazimisela ngomxhelo wam wonke
ukuba kungáze kubekho ntombi ndiyincwasayo. - Ewe, unenyhweba umntu olulekwa nguThixo;
ngoko ke sukuyidela ingqeqesho kaSomandla! - Akuba ke uYobi ebathandazele abahlobo bakhe kuNdikhoyo, uNdikhoyo waphinda wambuyisela uYobi kundalashe. Ewe, ubutyebi bakhe wada wabuphinda-phinda.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukukhathazeka
Sanukuba naxhala; kodwa iintswelo...
Ubulungisa
Umntu oxunela ubulungisa nenceba...
Ukubandezeleka
Kodwa ke, emva kwezo...
Intsikelelo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
Ukumoyika uThixo
Ukumthobela uNdikhoyo kukubuthiya ububi...
Ubuhlobo
Umhlobo unothando ngamaxesha onke...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ngubani loo Ngangalala yoKumkani?NguNdikhoyo onamandla onke;
nguye uKumkani, nguye iNgangalala.
Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:
Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakhoIvesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ngoko ke nathi ngokwethu siyalwazi, saye sikholosa ngalo uthando aluthululele kuthi uThixo.UThixo uluthando, yaye nabani na ohlala eluthandweni uhlala emanyene noThixo, noThixo uhlala emanyene naye.Ivesi elandelayo!