
- Amandla akhe amtsho angafikeleleki;
usulungekile, ebalasele ngobulungisa;
akukho bani amcinezelayo.
Izihloko ezinxulumeneyo
uThixo
UNdikhoyo uThixo wakho unawe...
Ubulungisa
Umntu oxunela ubulungisa nenceba...
Amandla
Ngoko ke ndinawe, sukoyika...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Wadanduluka ke uYesu ngezwi elikhulu, wathi: “Bawo, ndiyawunikela ezandleni zakho umoya wam!” Akuba etshilo, waphuma umphefumlo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ngoko ke ndinawe, sukoyika;ndinguThixo wakho, sukuphakuzela.
Ndiza kukomeleza ndikusize,
amandla am asindisayo akuxhase akukhusele.Ivesi elandelayo!