Izihloko ezinxulumeneyo
Ukukhathazeka
Sanukuba naxhala; kodwa iintswelo...
Ubulungisa
Umntu oxunela ubulungisa nenceba...
Ukubandezeleka
Kodwa ke, emva kwezo...
Intsikelelo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
Ukumoyika uThixo
Ukumthobela uNdikhoyo kukubuthiya ububi...
Ubuhlobo
Umhlobo unothando ngamaxesha onke...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Mhlobo oyintanda, ndithandazela ukuba konke kube hele, kube chosi kuwe, nanjengoko ndisazi ukuba kunjalo nasemphefumlweni wakho.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ndikhoyo, wena unguThixo wam;ndosuka ndikuthuthe ndikudumise.
Kuthi mandikutyibele ndibongisele
ngenxa yemisebenzi yakho ekhamnqisayo;
kaloku ngokuthembeka okukhulu
wena zonke uzifezekisile –
nditsho izicwangciso zakho zamandulo.Ivesi elandelayo!