Izihloko ezinxulumeneyo
Ukukhathazeka
Sanukuba naxhala; kodwa iintswelo...
Ubulungisa
Umntu oxunela ubulungisa nenceba...
Ukubandezeleka
Ngaphezu koko, siqhayisa nangeembandezelo...
Intsikelelo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
UMsindisi
Lunje ke olu thando...
Usindiso
Usindiso lufumaneka ngaye kuphela...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
UMoya ngokwakhe ungqinelana nathi ukuthi singabantwana bakaThixo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ndikhoyo, wena unguThixo wam;ndosuka ndikuthuthe ndikudumise.
Kuthi mandikutyibele ndibongisele
ngenxa yemisebenzi yakho ekhamnqisayo;
kaloku ngokuthembeka okukhulu
wena zonke uzifezekisile –
nditsho izicwangciso zakho zamandulo.Ivesi elandelayo!