UNdikhoyo ke wathi kuSathana: “Kulungile ke, ungayenza into oyenzayo kwinto yonke anayo, kodwa uze ungakhe ulinge umchukumise yena siqu.” USathana ke wemka apho phambi koNdikhoyo.

Izihloko ezinxulumeneyo
UMtyholi
Hlalani nithe qwa, nilumke!...
Ukukhuselwa
Nxibani sonke isikrweqe eninokusifumana...
USomandla
Ewe, Ndikhoyo, bobakho bonke...
Ububi
Musa ukoyiswa bububi; boyise...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
UYesu wasibizela kuye isihlwele kwanabafundi bakhe, wathi kubo: “Othanda ukundilandela makazincame, awuthwale umnqamlezo wakhe, andilandele.”Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Lungaziphatha kanjani ulutsha ukuze ihambo yalo ibe nyulu?Ngokuthobela ilizwi lakho.Ivesi elandelayo!