Ke ngoko uYesu wathi kumaJuda abeke ithemba kuye: “Ukuba nithe nazingisa ukuhlala nisenza oko ndinifundisileyo, niya kuba ngabafundi bam benene. Niya kuyiqonda ke inyaniso; yaye inyaniso iya kunenza nikhululeke.”

Izihloko ezinxulumeneyo
Inyaniso
Ngulowo uhambo ingenabala, owenza...
ILizwi likaThixo
Sonke isibhalo sinefuthe loMoya...
Ukulandela
Ewe, hambani ngokwemimiselo yonke...
Ukuba likhoboka
Ubani unokuthi: “Zonke izinto...
Inkululeko
UKrestu wasikhulula ukuze sibe...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Bantwana bam, uthando lwethu malungabi lolomlomo nje kuphela, koko malube lolungahanahanisiyo, lubonakaliswa ngezenzo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umzimba nentliziyo zingade ziphelelwe,wona amandla am nguThixo, ulibango lam naphakade.Ivesi elandelayo!