Wawaphendula uYesu wathi: “Ndithi kuni, inene, bonke abenza isono bangamakhoboka esono.”

Izihloko ezinxulumeneyo
Ukuba likhoboka
Ubani unokuthi: “Zonke izinto...
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Ubukhoboka
UKrestu wasikhulula ukuze sibe...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Alukho uloyiko apho kukho uthando, kuba uthando oluyondeleleneyo luyakugxotha ukoyika. Kaloku emntwini owoyikayo uthando alukayondelelani, kuba ukoyika kuhambisana nesohlwayo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ndithe cwaka ndikholose ngoThixo;kaloku nguye yedwa ondikhululayo.Ivesi elandelayo!