
- Ndiza kuyomeleza indlu kaJuda,
ndiyihlangule indlu kaJosefu.
Ewe, ndoba nebuyambo ngakubo;
kaloku mna ndinenceba ngabo.
Boba ngathi zange ndibalahle.
Kaloku mna ndinguNdikhoyo uThixo wabo,
ndaye ke ndobaphendula.
Izihloko ezinxulumeneyo
Amandla
Ngoko ke ndinawe, sukoyika...
Umthandazo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Ukuphulaphula
Khumbulani le nto, zihlobo...
Uvelwano
Ndaweni yaloo nto yenzelanani...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Njengoko ziphuphumela kuthi iimbandezelo zikaKrestu, ngokunjalo ke, kwangaye uKrestu, iphuphumela kuni nentuthuzelo yethu.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Noba sewucand' emanzini,mna ndiya kuba nawe;
noba sowuwela imilambo,
ayisoze ibe nako ukukukhukulisa;
nditsho sowucand' emlilweni, soze urhawuke;
amadangatye akanakukutshisa wena.Ivesi elandelayo!