Wona angumqondiso owalatha ubhaptizo olusindisa nina ngoku. Ubhaptizo alukuko ukuhlanjwa kokungcola komzimba, lusisithembiso esenziwa kuThixo ngomxhelo wonke. Lusindisa ngamandla okuvuka kukaKrestu.

Izihloko ezinxulumeneyo
Ubhaptizo
Lukholo ke olunenze nangoonyana...
Usindiso
Usindiso lufumaneka ngaye kuphela...
Ukusulungekiswa
Xa ke kanti, mawethu...
Uvuko
Waza wathi kuye uYesu...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
UKrestu wasikhulula ukuze sibe ngabantu abakhululekileyo mpela! Ngoko ke yimani ngxishi ningahexi, ningavumi ukuphindela kwidyokhwe yobukhoboka.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Wathi kuyo uYesu: “Hamba uhambe; ukholo lwakho lukuphilisile.”Yabona ke kwangoko, yamlandela uYesu endleleni apho.Ivesi elandelayo!