Njengoko noKrestu wamelanayo nale ntlupheko yalo mhlaba, ngokunjalo ke nani zimiseleni, nifuze yena. Kaloku umntu ocikidiweyo yintlupheko uyalumleka esonweni.

Izihloko ezinxulumeneyo
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Ukubandezeleka
Ngaphezu koko, siqhayisa nangeembandezelo...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Usapho
Le miyalelo ndikunika yona...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ndisisicaka sakho, Ndikhoyo, ndikhangele ngobubele;ndihlangule ezintshabeni zam ngenxa yezibele zakho.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Mbonge uNdikhoyo, moya wam!Mandimbonge uNdikhoyo ngomxhelo wam wonke!Ivesi elandelayo!