- Njengoko noKrestu wamelanayo nale ntlupheko yalo mhlaba, ngokunjalo ke nani zimiseleni, nifuze yena. Kaloku umntu ocikidiweyo yintlupheko uyalumleka esonweni.
- Kuzo zonke izinto isiphelo sisemnyango. Ngoko ke hlalani nisezingqondweni, nikuqulele ukuthandaza.
- Ngaphezu koko ke hlalani nithandana, kuba kaloku uthando luyazingcwaba izono.
Izihloko ezinxulumeneyo
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Ukubandezeleka
Kodwa ke, emva kwezo...
Ukuza kwesibini
Nani ke ngoko hlalani...
Ukuphela kwexesha
Sanukuvuma nilahlekiswe mntu. Kaloku...
Phumla
Yizani kum, nina nonke...
Umthandazo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Síthini na ke ngoko? Sóne na, kuba singekho phantsi kwawo umthetho, siphantsi kobabalo? Nakanye!Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Mfo wam, yithobele imimiselo oyinikwa nguyihlo,ungazityesheli neziluleko zikanyoko.Ivesi elandelayo!
