Umntu owenza isono waphula umthetho kaThixo. Isono kaloku kukwaphula umthetho.

Izihloko ezinxulumeneyo
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Umthetho
Le miyalelo ndikunika yona...
Ubulungisa
Umntu oxunela ubulungisa nenceba...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Masintyiloze sidumise uNdikhoyo,kuba wenze imisebenzi emikhulukazi;
olu daba malufikelele ehlabathini jikelele.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umntu osifihlayo isono sakhe akabi nampumelelo;kambe ke yena osivumayo, ahlukane naso, wenzelwa inceba.Ivesi elandelayo!