Kolu gqatso lokholo yenza konke okusemandleni ukuze ubufumane ubomi obungonaphakade. Ewe, kaloku wabizelwa yona le njongo, ngokuya wawusenza isivumo sokholo phambi kwamangqina amaninzi.

Izihloko ezinxulumeneyo
Ubomi obungunaphakade
Ndizinika ubomi obungenasiphelo. Azisoze...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ukoyisa
Ndinixelele ezi zinto ukuze...
Ukuvuma
Nawuphi na umntu ovumayo...
Ukuvuma izono
Ngoko ke zivumeni izono...
Imfazwe yokomoya
Ngoko ke hlalani niqulile...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ndiyamcela uThixo weNkosi yethu uYesu Krestu, uSosidima, ukuba aniphe uMoya wobulumko, anityhilele uThixo, ukuze nimazi.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Lungaziphatha kanjani ulutsha ukuze ihambo yalo ibe nyulu?Ngokuthobela ilizwi lakho.Ivesi elandelayo!