Uthembekile uThixo, yena wanibizayo ukuba nibe nobudlelane noNyana wakhe uYesu Krestu iNkosi yethu.

Izihloko ezinxulumeneyo
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Ubizo
Asinini enanyula mna, ndim...
Ukuthembeka
Ithembekile yona kambe iNkosi...
uThixo
UNdikhoyo uThixo wakho unawe...
Icawa
Ngoko ke masikhathalelane, sivuselelane...
Uthembekile
Kungenxa yezibele zikaNdikhoyo singatshabalalanga...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kodwa ke, wena mntu uzinikele ngokupheleleyo kuThixo, zicezele zonke ezi zinto. Phuthuma ukulungisa, unqulo, ukuthemba, uthando, ukunyamezela, nobulali.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umntu onentliziyo echwayitileyo uba nempilo;kanti ke wona umoya odakumbileyo uyimpehla emathanjeni.Ivesi elandelayo!