- UKrestu unjengomzimba, wona unamalungu amaninzi, kodwa ube wona umnye.
- Ngokunjalo nathi sonke, nokuba singamaJuda okanye amaGrike, nokuba singamakhoboka okanye singabakhululekileyo, sabhaptizelwa mzimbeni mnye, nguMoya omnye; futhi sasezwa kwaloo Moya mnye.
Izihloko ezinxulumeneyo
Umzimba
Anazi na ukuba imizimba...
Uluntu
Ngoko ke masikhathalelane, sivuselelane...
Icawa
Ngoko ke masikhathalelane, sivuselelane...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Ubhaptizo
Lukholo ke olunenze nangoonyana...
Umoya
INkosi le ke nguMoya...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Wonke umntu oyithobelayo imiyalelo kaThixo umanyene noThixo, noThixo uhlala kuye. Into ecacisa ukuba uThixo uhlala kuthi nguMoya lo asinike yena.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umntu onomonde uba nengqiqo;kambe ke yena ocaphuka msinya usuka enze ubudenge.Ivesi elandelayo!
