
Umzimba nentliziyo zingade ziphelelwe,
wona amandla am nguThixo, ulibango lam naphakade.
wona amandla am nguThixo, ulibango lam naphakade.
Izihloko ezinxulumeneyo
Amandla
Ngoko ke ndinawe, sukoyika...
Ubomi
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek'...
Ukuxhomekeka
Mna ndinguNdikhoyo, uThixo wakho...
Ubuthathaka
Ndanelisekile ke ngoko nokuba...
Umzimba
Anazi na ukuba imizimba...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ewe, kaloku nguye idini elicamagushela izono zethu. Phofu akacamagusheli ezethu kuphela, koko ucamagushela ezehlabathi liphela.Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:
Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakhoIvesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ewe, Ndikhoyo, bobakho bonke ubukhulu ndawonye namandla;naso isidima sikwasesakho, ubungangamsha nobunewu-newu.
Kaloku zezakho zonke ezisezulwini,
kanti nezisemhlabeni ikwazezakho.
Ewe, Ndikhoyo, lolwakho ulawulo;
uyingqanga-ngqanga evelele konke jikelele.Ivesi elandelayo!