
Ziphoseni kuye zonke iingxaki zenu; kaloku nguye onalusayo.
Izihloko ezinxulumeneyo
Uloyiko
Ngoko ke ndinawe, sukoyika...
Ukukhathazeka
Sanukuba naxhala; kodwa iintswelo...
Ubuthathaka
Ndanelisekile ke ngoko nokuba...
Usizi
Uyaweva amalungisa akuzibika kuye...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kaloku uThixo ihlabathi ulithande kangangokuba ude wancama uNyana okuphela kwakhe, ukuze wonke umntu ozinikele kuye ngokupheleleyo angatshabalali, koko abe nobona bomi bungenasiphelo.Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:
Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakhoIvesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umfanekiso womntu emanzini ubonakalisa inkangeleko yakhe;ngokunjalo nentliziyo yomntu ibonakalisa into ayiyo.Ivesi elandelayo!