DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

2023 Juni 11

UYOBI 23:10-11 - XHO96
Phofu ke uThixo uyayazi indlela endiyihambayo;
ukuba unokukhe andivavanye ndingafumaneka ndimsulwa okwegolide.
Kaloku iinyawo zam zilandela emkhondweni wakhe;
indlela yakhe ndiyigcinile, andaphambuka kuyo.