
Kaloku yena uNyana woLuntu wezela ukufuna kwanokusindisa abantu abalahlekileyo.
Izihloko ezinxulumeneyo
Usindiso
Usindiso lufumaneka ngaye kuphela...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Ukufuna
Nondifuna nindifumane, xa nindifuna...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kodwa ukuba okhohlakeleyo uthe wazishiya izono zakhe, wahamba ngokwayo yonke imimiselo yam, wenza okulungileyo nobulungisa, akayi kufa, kodwa uya kubudla ubomi.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Lungaziphatha kanjani ulutsha ukuze ihambo yalo ibe nyulu?Ngokuthobela ilizwi lakho.Ivesi elandelayo!