
Iyandivuyisa intando yakho, Thixo wam;
umthetho wakho ndiwumilisele entliziyweni.
umthetho wakho ndiwumilisele entliziyweni.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukuthobela
Waphendula uYesu wathi kuye...
Umthetho
Le miyalelo ndikunika yona...
Intliziyo
Eyona nto emawuyilondoloze ngaphezu...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Alukho uloyiko apho kukho uthando, kuba uthando oluyondeleleneyo luyakugxotha ukoyika. Kaloku emntwini owoyikayo uthando alukayondelelani, kuba ukoyika kuhambisana nesohlwayo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umntu onomonde uba nengqiqo;kambe ke yena ocaphuka msinya usuka enze ubudenge.Ivesi elandelayo!