
Wangena ke naloo mfundi obefike kuqala engcwabeni. Akukhangela wakholwa. Kaloku babengaliqondi ilizwi leziBhalo elithi umelwe kukuba avuke ekufeni.
Izihloko ezinxulumeneyo
Imimangaliso
Ondele kubo, uYesu wathi...
iPasika
Isithunywa sathi kubafazi abo...
Uvuko
Waza wathi kuye uYesu...
Ukuqonda
Khala kum, ndikuphendule, ndikwazise...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kubhetele ukuba lihlwempu elihlonela uNdikhoyokunokuba sisinhanha esiphethwe ngamaxhala.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Noba ungade ungadubuli umkhiwane,umdiliya ungabi nazo neziqhamo,
nokuba awungevelisi nto umnquma,
namasimi ngokwawo angabi nasivuno,
zingade zingabikho iigusha esibayeni,
nobuhlanti bungabi nazo nazinkomo,
ewe, khona kungade kube njalo,
kodwa mna ndochwayita kuNdikhoyo,
ndibe nemihlali kuThixo ondisindisayo.Ivesi elandelayo!