
Nazi ke zona iziqhamo zoMoya: luthando, novuyo, noxolo; umonde, ububele, ukulunga, nentembeko; ubulali, nokuzeyisa. Awukho ke umthetho ochasa izinto ezinjengezi.
Izihloko ezinxulumeneyo
Umthetho
Le miyalelo ndikunika yona...
Umoya
INkosi le ke nguMoya...
Intsikelelo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
Ubulali
Bazeleleleni bonke abantu. INkosi...
Ukulunga
Ndaweni yaloo nto yenzelanani...
Ukuzibamba
Umntu owoyiswayo kukuzilawula usesichengeni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Bantwana bam, uthando lwethu malungabi lolomlomo nje kuphela, koko malube lolungahanahanisiyo, lubonakaliswa ngezenzo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Lowo uhleli ekhuselwe nguPhezukonke,uhlala esemthunzini kaSomandla.
Yena uya kuthi: “Ndikhoyo, ungumkhuseli wam;
uyinqaba yam, wena Thixo, ndiya kuthembela kuwe.”Ivesi elandelayo!