Nazi ke zona iziqhamo zoMoya: luthando, novuyo, noxolo; umonde, ububele, ukulunga, nentembeko; ubulali, nokuzeyisa. Awukho ke umthetho ochasa izinto ezinjengezi.

Izihloko ezinxulumeneyo
Umthetho
Le miyalelo ndikunika yona...
Umoya
INkosi le ke nguMoya...
Intsikelelo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
Ubulali
Bazeleleleni bonke abantu. INkosi...
Ukulunga
Ndaweni yaloo nto yenzelanani...
Ukuzibamba
Umntu owoyiswayo kukuzilawula usesichengeni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ziphatheni njengabantu abakhululekileyo. Kambe ke inkululeko leyo mayingabi lokhusi lokungcola; koko ziphatheni njengezicaka zikaThixo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umntu oxunela ubulungisa nencebaufumana ubomi nobulungisa nodumo.Ivesi elandelayo!