
Ndifuna bahlale bomelele, bemanyene ngothando, ukuze bafikelele ekuqinisekeni ngokupheleleyo ngengqondo, beyiqiqa imfihlelo kaThixo. Loo mfihlelo ke nguKrestu ngenkqu.
Izihloko ezinxulumeneyo
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Ukhuthazo
NguNdikhoyo ngokwakhe oza kunikhokela...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ukuqonda
Khala kum, ndikuphendule, ndikwazise...
Ubulumko
Kaloku nguNdikhoyo onika ubulumko...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kaloku izibele zothando lwakho ziyabugqwesa nobomi,ngoko ndiya kuhlala ndikudumisa.
Ndiya kukubonga lo gama ndisaphilayo;
ndiya kunyukela kuwe ngomthandazo.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
UThixo ulihlathi nenqaba yethu;ngexesha leenkathazo uluncedo oluhlala lulungile.Ivesi elandelayo!