
Bâthetha ngaye bonke abashumayeli besithi wonke umntu ozinikelayo kuye uxolelwa izono zakhe ngamandla egama lakhe.
Izihloko ezinxulumeneyo
Isiprofeto
Ziphicotheni zonke izinto, nize...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Uxolelo
Obugubungelayo ubugwenxa uzicengezelela ukuthandwa...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kaloku izibele zothando lwakho ziyabugqwesa nobomi,ngoko ndiya kuhlala ndikudumisa.
Ndiya kukubonga lo gama ndisaphilayo;
ndiya kunyukela kuwe ngomthandazo.