
Ke uThixo obonelela umhlwayeli ngembewu nangesonka, uya kunibonelela nani ngembewu eniyisweleyo, ayikhulise inivelisele isivuno esihle ngokobubele benu.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ubulungisa
Umntu oxunela ubulungisa nenceba...
Ukutya
Andithi kaloku uyamanelisa onxaniweyo...
Ukupha
Elowo ke makanikele kangangoko...
Isisa
Umntu ophayo uba nenkqubela...
Ukuvuna
Ke uThixo obonelela umhlwayeli...
Isonka
Wathi kubo uYesu: “Ndim...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kunikele kuNdikhoyo konke okwenzayo,yaye ke yena uya kuziphumelelisa izicwangciso zakho.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Bambani ngazibini, kuba ulungile uNdikhoyo.Kaloku izibele zakhe ziya kuhlala zikho ngonaphakade.Ivesi elandelayo!