
Umntu onengqondo uyayiphulaphula imiyalelo;
kambe ke sona isityhakala esilavuzayo siya kubhanga.
kambe ke sona isityhakala esilavuzayo siya kubhanga.
Izihloko ezinxulumeneyo
Umthetho
Le miyalelo ndikunika yona...
Ubulumko
Kaloku nguNdikhoyo onika ubulumko...
Intliziyo
Eyona nto emawuyilondoloze ngaphezu...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Bahlonele abahlolokazi; ndithetha abahlolokazi ngenene.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Hee! Ngani ukuba ndidakumbe kangaka?Ngani ukuba ndikhathazeke kangaka?
Hayi bo! Mandikholose ngoThixo,
khon' ukuze ndibuyele ekumdumiseni uMsindisi noThixo wam.Ivesi elandelayo!