
Ndiyamcela ukuba anikhanyisele nibe nokuqonda, khon' ukuze nilazi ithemba anibizele kulo, niziqonde iintsikelelo ezingaka ezililifa lemilowo yakhe.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukuqonda
Khala kum, ndikuphendule, ndikwazise...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukwamkela
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ukukhanya
Khawuvuke! Vuka, Jerusalem! Khanya!...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
UNdikhoyo uyamcaphukela umntu oxokayo,kodwa uyakholiswa ngonyanisekileyo.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Kunikele kuNdikhoyo konke okwenzayo,yaye ke yena uya kuziphumelelisa izicwangciso zakho.Ivesi elandelayo!