
Kodwa ke ukuba sihleli ekukhanyeni njengaye uThixo, siba nobudlelane. Ke lona igazi likaYesu uNyana wakhe lisihlambulula kuso sonke isono.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukusulungekiswa
Xa ke kanti, mawethu...
Umbingelelo
Olona thando lukhulu umntu...
Uluntu
Ngoko ke masikhathalelane, sivuselelane...
Ukukhanya
Khawuvuke! Vuka, Jerusalem! Khanya!...
Igazi
Wasihlangula egunyeni lobumnyama, waza...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Zama kangangoko unako ukuba ukholeke kuThixo, ube ngumntu ongenadyudyu ngomsebenzi wakhe, uyifundisa ngokufanelekileyo inyaniso.Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:
Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakhoIvesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Yena wondibamba lungatyibiliki unyawo lwam;kaloku akozeli, walusa mna.Ivesi elandelayo!