
Abo bathembekileyo ubathululela ingqiqo,
aze abe likhaka lâbo banyanisekileyo.
aze abe likhaka lâbo banyanisekileyo.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ubulungisa
Umntu oxunela ubulungisa nenceba...
Intsikelelo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
Ukukhuselwa
Nxibani sonke isikrweqe eninokusifumana...
Ngokungenatyala
Ngulowo uhambo ingenabala, owenza...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kuba kaloku noNyana woLuntu akezanga kukhonzwa, weza kukhonza, nokuncama ubomi bakhe, bube yintlawulelo yokukhulula abaninzi.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ngoko ke ndinawe, sukoyika;ndinguThixo wakho, sukuphakuzela.
Ndiza kukomeleza ndikusize,
amandla am asindisayo akuxhase akukhusele.Ivesi elandelayo!