- Mkhumbule uMdali wakho ngemihla yobutsha bakho,
ngoku ingekafiki imihla yeenkathazo,
ingekasondeli neminyaka apho uya kuthi: “Akukho nto imnandi ekudleni ubomi.” - Ngoko ke ngoku nasi isishwankathelo salo mbandela: Mhlonele uThixo, uyithobele imimiselo yakhe, kuba oko luxanduva lomntu ngamnye.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ubomi
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek'...
Indalo
Ekuqaleni uThixo wadala izulu...
Uvuyo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Ububi
Musa ukoyiswa bububi; boyise...
Ukumoyika uThixo
Ukumthobela uNdikhoyo kukubuthiya ububi...
Umthetho
Le miyalelo ndikunika yona...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ke uNdikhoyo uya kuba ngukumkani wehlabathi jikelele. Ewe, ngaloo mini iya kuba nguNdikhoyo yedwa, igama lakhe libe kuphela kwagama elitshatsheleyo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
UNdikhoyo ukufuphi kwabo babhenela kuye,kwabo bamfuna benyanisekile.Ivesi elandelayo!
