Ngoko ke, indim nje uThixo wenu, sanukundidibanisa nezithixo ezenziwe ngesiliva okanye igolide.

Izihloko ezinxulumeneyo
Umthetho
Le miyalelo ndikunika yona...
Izithixo
Bantwana bam, zilumkeleni izithixo!...
Imali
Musani ukuba ngamathandamali. Yanelani...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kodwa ke mna ndiya kucula ndibonga amandla akho;ndiya kumemelela kwasekuseni,
kuba uthando lwakho luyamangalisa.
Kaloku wena uyinqaba yam,
ungumqolomba ngomhla wembandezelo.