DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

EYEMFUDUKO 22:22-24

Ningaze nimphathe kakubi umhlolokazi nenkedama. Ukuba niyenzile loo nto, mna Ndikhoyo ndiya kusiva isikhalo sabo, ndikhathazeke, nina ndiniyekele nife emfazweni, ukuze abafazi benu babe ngabahlolokazi, abantwana bona babe ziinkedama.
EYEMFUDUKO 22:22-24 - XHO96

Ivesi yeBhayibhile yosuku

Ndaweni yaloo nto yenzelanani ububele ninobulali, nixolelane, kwanjengokuba naye uThixo wanixolelayo ngoKrestu.

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

Ngoko ke masikhathalelane, sivuselelane uthando, ngokunjalo nokwenza imisebenzi emihle. Kananjalo masikuxabise ukudibana namanye amakholwa, siphefumlelane, singabi njengâbo bawutyeshelayo lo mkhwa. Ewe, masikhuthazane ngakumbi nangakumbi, kuba nani niyabona ukuba imini leyo iyasondela.Ivesi elandelayo!

I Support DailyVerses.net

Ndincede mna ndisasaze iLizwi likaThixo:
Nikela