
- Ningaze nimphathe kakubi umhlolokazi nenkedama. Ukuba niyenzile loo nto, mna Ndikhoyo ndiya kusiva isikhalo sabo, ndikhathazeke, nina ndiniyekele nife emfazweni, ukuze abafazi benu babe ngabahlolokazi, abantwana bona babe ziinkedama.
Izihloko ezinxulumeneyo
Abahlolokazi
Bahlonele abahlolokazi; ndithetha abahlolokazi...
Iinkedama
Ningaze nimphathe kakubi umhlolokazi...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Usapho
Le miyalelo ndikunika yona...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Wawuthamsanqelisa umhla wesixhenxe, wawumisa wangumhla okhethekileyo, kuba ngaloo mhla wayeselegqibile ukudala.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umntu onentliziyo echwayitileyo uba nempilo;kanti ke wona umoya odakumbileyo uyimpehla emathanjeni.Ivesi elandelayo!