DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

INdumiso 119:60

Sendingxamile, andisayi kulibazisa;
ndozithobela iziyalo zakho.
INdumiso 119:60 - XHO96

Ivesi yeBhayibhile yosuku

Le miyalelo ndikunika yona namhlanje mayilawule bonke ubomi bakho. Uze uyibethelele ekufundiseni abantwana bakho, uthethe ngayo xa usekhaya, kanti noba useluhambeni, naxa ulalayo, ngokunjalo naxa uvukayo.

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

Ke iNkosi ayikubambezeli ukuzalisekiswa kwesithembiso esenzileyo, njengoko abanye baba kunjalo. Nto nje ininyamezele kuba ingafuni kutshabalale mntu. Koko ifuna wonke ubani afumane ithuba lokuguquka.Ivesi elandelayo!

I Support DailyVerses.net

Ndincede mna ndisasaze iLizwi likaThixo:
Nikela