DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

INdumiso 119:93

Soze ndiyityeshele imimiselo yakho,
kuba ndibufumana kuyo ubomi.
INdumiso 119:93 - XHO96

Ivesi yeBhayibhile yosuku

Kaloku yena uThixo akalotshijolo: akazange awulibale umsebenzi eniwenzileyo ngenxa yakhe, nothando enilubonakalise ngokulungiselela abantu bakhe – msebenzi lowo nisawuqhubayo unangoku.

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

Nayiphi na into eniyenzayo yenzeni ngomxhelo ngokungathi niyenzela iNkosi, aniyenzeli bantu. Ze nikhumbule ukuba iNkosi iya kunivuza ngelifa eligcinele abantu bayo. Kaloku uKrestu yeyona Nkosi nikhonza yona.Ivesi elandelayo!

I Support DailyVerses.net

Ndincede mna ndisasaze iLizwi likaThixo:
Nikela