
- Ukuba uNdikhoyo akayakhi indlu,
bafumana bebulaleka abayakhayo.
Ukuba asaluswa nguNdikhoyo isixeko,
ancam' ubuthongo ngelize amajoni alindayo.
Izihloko ezinxulumeneyo
uThixo
UNdikhoyo uThixo wakho unawe...
Ukuxhomekeka
Mna ndinguNdikhoyo, uThixo wakho...
Umsebenzi
Nayiphi na into eniyenzayo...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Waphendula uYesu wathi kuye: “Lowo undithandayo uyawagcina amazwi am. Wothi uBawo amthande, size siye kuye, sihlale kunye naye.”Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ndiya kuphumla ngenzolo, ndilale;nguwe kuphela kaloku, Ndikhoyo, ondinqabisayo.Ivesi elandelayo!