Ndithe cwaka ndikholose ngoThixo;
kaloku nguye yedwa ondikhululayo.
kaloku nguye yedwa ondikhululayo.

Izihloko ezinxulumeneyo
Usindiso
Usindiso lufumaneka ngaye kuphela...
Phumla
Yizani kum, nina nonke...
Umphefumlo
Niya kuthi ke nakumfuna...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kaloku komnceda ntoni na umntu, ukuba uthe walizuza ihlabathi liphela, kodwa walahlekelwa bubomi bakhe? Okanye umntu angakhupha ntoni na exabisekileyo ukuze angàlahlekelwa bubomi bakhe?Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Lufuneni kuNdikhoyo uncedo;mfunen' aph' akhoyo ngawo onke amaxesha.Ivesi elandelayo!