- Ndithe cwaka ndikholose ngoThixo;
kaloku nguye yedwa ondikhululayo. - Ndizimela ngaye, nguye ondisindisayo.
Yinqaba yam, soze ndichukunyiswe. - Ndithe cwaka, ndikholose ngoThixo;
kaloku nguye yedwa ithemba lam. - Ndizimela ngaye, nguye ondisindisayo.
Yinqaba yam, soze ndichukunyiswe. - Ndisindiswa nguThixo, uliwonga lam.
UThixo yinqaba yam, ndizimela ngaye. - Nenkqu yothando ivela kuMhlekazi.
Kaloku wena, Nkosi, uyazelelela,
umntu umvuza ngokwemisebenzi yakhe.
Izihloko ezinxulumeneyo
Usindiso
Usindiso lufumaneka ngaye kuphela...
Phumla
Yizani kum, nina nonke...
Umphefumlo
Niya kuthi ke nakumfuna...
Ukukhuselwa
Nxibani sonke isikrweqe eninokusifumana...
Thembela
Kholosa ngoNdikhoyo ngomxhelo wakho...
Ukuthembeka
Ithembekile yona kambe iNkosi...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Waphendula uYesu wathi kuye: “Lowo undithandayo uyawagcina amazwi am. Wothi uBawo amthande, size siye kuye, sihlale kunye naye.”Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umfanekiso womntu emanzini ubonakalisa inkangeleko yakhe;ngokunjalo nentliziyo yomntu ibonakalisa into ayiyo.Ivesi elandelayo!
