- Kaloku, wena Thixo, usivavanyile;
usicikide njengesiliva. - Ndadanduluka kuye ndizibika;
ndandipheth' iindumiso nemibongo.
Izihloko ezinxulumeneyo
Isilingo
Nasiphi na isilingo esikuhlelayo...
Ukubandezeleka
Ngaphezu koko, siqhayisa nangeembandezelo...
Ukusulungekiswa
Xa ke kanti, mawethu...
Unqulo
Ndikhoyo, wena unguThixo wam...
Umthandazo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Dumisani
Ndikhoyo, wena unguThixo wam...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Waza uYesu wabakhangela wathi: “Abantu bona abanako ukuyenza le nto, kodwa yena uThixo unako ukuzenza zonke izinto.”Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umntu onentliziyo echwayitileyo uba nempilo;kanti ke wona umoya odakumbileyo uyimpehla emathanjeni.Ivesi elandelayo!
