- Ndiswel' imilomo yokukubonga,
ndikudumise maxa onke. - Ndiya kumemelela ndinemincili,
ndicule ngokuzimisela okukhulu
ngenxa yokuba undihlangule.
Izihloko ezinxulumeneyo
Unqulo
Ndikhoyo, wena unguThixo wam...
Ukuthetha
Ukuthetha komntu kulawula ukuphila...
Dumisani
Ndikhoyo, wena unguThixo wam...
UMhlawuleli
UNdikhoyo uThixo wakho unawe...
Umphefumlo
Niya kuthi ke nakumfuna...
Ukucula
Kodwa ke mna ndiya...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Egameni leNkosi yethu uYesu Krestu ndiyanibongoza, mawethu, ukuba nivane, nithethe nto-nye, kungabikho zimbambano phakathi kwenu. Manyanani nibe luqilima, nimxhelo mnye, ninazimvo zinye.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Kholosa ngoNdikhoyo ngomxhelo wakho wonke,ungaze ungqiyame ngezakho iimbono.
Mkhumbule uNdikhoyo kuyo yonke ihambo yakho,
waye ke yena eya kukukhokela kuzo zonke iindlela zakho.Ivesi elandelayo!
