Ndikholosa ngawe usemazulwini;
ungowam nje ke, andilinanze nganto ihlabathi.
ungowam nje ke, andilinanze nganto ihlabathi.

Izihloko ezinxulumeneyo
Thembela
Kholosa ngoNdikhoyo ngomxhelo wakho...
uThixo
UNdikhoyo uThixo wakho unawe...
Izulu
Liya kuhlokoma ilizwi lesiphatha-zithunywa...
Unqulo
Ndikhoyo, wena unguThixo wam...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Quqelani kokulungileyo, ingekuko okubi,khon' ukuze niphile,
naye uNdikhoyo, uThixo onamandla onke, abe phakathi kwenu,
njengoko nizingca ngaloo nto.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umntu onomonde uba nengqiqo;kambe ke yena ocaphuka msinya usuka enze ubudenge.Ivesi elandelayo!