- Unoyolo engokaThixo lowo uluxhamleyo uvuko lokuqala. Ukufa kwesibini akunamandla kuye. Kaloku woba ngumbingeleli kaThixo nokaKrestu, axhamle ulawulo kunye noKrestu iminyaka eliwaka.
- Ndababona abafileyo, abakhulu kwanabanci, bemile phambi kwesihlalo sokulawula. Zavulwa iincwadi, kwaza kwavulwa nenye incwadi eneenkcukacha zobomi. Abo bafileyo bagwetywa ngokwengxelo yezenzo zabo eyayibhalwe kwezo ncwadi. Ulwandle, ukufa, nelabafileyo labakhuphela ngaphandle abafileyo ababekulo. Umntu ngamnye wagwetywa ngokwezenzo zakhe.
Izihloko ezinxulumeneyo
Uvuko
Waza wathi kuye uYesu...
Ukufa
Waza wathi kuye uYesu...
UBukumkani
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
uMesiya
Wathi kubo: “Ke nina...
Umgwebo
Nakuwe ke mntundini ugwebayo...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Waza wathi kuye uYesu: “Ndim uvuko; ndim ubomi. Lowo ukholwayo kum wodla ubomi nokuba ebefile. Wonke odla ubomi ekholwa kum, soze afe naphakade. Ke wena ngaba uyakholwa koku?”Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Yena ngumhlaziyi wâbo batyhafileyo,umomelezi wâbo bangenamandla.Ivesi elandelayo!
