Ingakanani ke yona inkululeko esiyifumana ngegazi likaKrestu? Yena wazinikela kuThixo emsulwa, ngoMoya ongunaphakade, wazenza idini. Ligazi lakhe eliya kuzihlambulula ezethu izazela emisebenzini efileyo, lisenze sikulungele ukukhonza uThixo ophilayo.

Izihloko ezinxulumeneyo
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Umoya
INkosi le ke nguMoya...
Ukusulungekiswa
Xa ke kanti, mawethu...
Umbingelelo
Olona thando lukhulu umntu...
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Ukukhonza
Ngoko ke, mawethu athandekayo...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Bantwana bam, uthando lwethu malungabi lolomlomo nje kuphela, koko malube lolungahanahanisiyo, lubonakaliswa ngezenzo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Waphendula ke esithi:“Ngaba umfazi angalulibala na usana lwakhe,
ade angavakalelwa ngowakhe umntwana?
Noba ke yena angade amlibale,
okokwam ke mna soze ndikufulathele,
kuba igama lakho ndilivambile,
ndilithe tyaba esandleni sam;
iindonga zakho zihlala zisemehlweni am.”Ivesi elandelayo!