DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

KWABASEFILIPI 2:6-8

Nakuba ubume bakhe babunguThixo ngenkqu,
ukulingana noThixo akakubawelanga
kangangokude afune ukusunduzana naye.
Ndaweni yaloo nto waziqongqotha ubuyena,
wathatha isimo sesicaka,
waba ngumntu ncakasana.
Engumntu ebantwini,
wazambesa intobeko,
ntobeko leyo yamsa ekufeni –
ukufa kwasemnqamlezweni.
KWABASEFILIPI 2:6-8 - XHO96