Ngoko ke àbagwetywa abo bamanywe noKrestu Yesu. Kaloku ngokumanywa kwam noKrestu Yesu, uMoya umniki-bomi undikhulule ekulawulweni sisono nakukufa.

Izihloko ezinxulumeneyo
Umthetho
Le miyalelo ndikunika yona...
Umgwebo
Nakuwe ke mntundini ugwebayo...
UMhlawuleli
UNdikhoyo uThixo wakho unawe...
Isohlwayo
Mfo wam, musa ukuyidela...
Inkululeko
UKrestu wasikhulula ukuze sibe...
Isihogo
Sathi, sikwelabafileyo, saphakamisa amehlo...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Singumsebenzi wezandla zikaThixo ke thina. Kaloku simanywe noYesu Krestu nje, uThixo wasidalela ukuba sizinikele ekwenzeni imisebenzi emihle awasimisela yona kwangaphambili.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Wathi kuyo uYesu: “Hamba uhambe; ukholo lwakho lukuphilisile.”Yabona ke kwangoko, yamlandela uYesu endleleni apho.Ivesi elandelayo!