- Ukanti ke ndinguNdikhoyo uThixo wakho.
Mna ndakukhuphulula eJiputa.
AwunaThixo ngaphandle kwam,
kungekho namsindisi ingendim. - Ndanondla natsho nahlutha,
nathi ningahlutha nakhukhumala;
ewe, nasuka nandilibala.
Izihloko ezinxulumeneyo
UMsindisi
Lunje ke olu thando...
Izithixo
Bantwana bam, zilumkeleni izithixo!...
uThixo
UNdikhoyo uThixo wakho unawe...
Ukuthanda izinto eziphathekayo
Kaloku zange size nanto...
Ikratshi
Umntu ozigwagwisayo uyakhawuleza ukuhlazeka...
Ukuxhomekeka
Mna ndinguNdikhoyo, uThixo wakho...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Izinto zonke zadalwa ngaye; ngaphandle kwakhe akubangakho nto idaliweyo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek' umoya;ewe, uya kukwalusa ungachukunyiswa nto.
Ngenene, uNdikhoyo uya kukwalusa,
xa uhambayo naxa ubuyayo,
kuqalela ngoku kude kube nini-nini.Ivesi elandelayo!
